Le ncwadi yenye yoluhlu lwencwadi ebizwa (Isibane solwimi lwesiXhosa.”
Le ncwadi esebenzisa ulwimi lwesiXhosa. Umfundi uzokufunda iincwadi
ezihlanganiswe zizifundo izigaba ezintatu (IMatematika, ezempilo kunye
nolwimi lwesiXhosa)
Ezi ncwadi zibhalwe kusetyenziswa isiXhosa soqobo.
Kubalulekile ukuba sifunde ulwimi olusisiXhosa soqobo ukuze singkwazi
noku thetha isiXhosa.
Umbhali


Reviews
There are no reviews yet.