Le ncwadi yenye yoluhlu lwencwadi ebizwa (Isibane solwimi
lwesiXhosa.” Le ncwadi esebenzisa ulwimi lwesiXhosa. Umfundi
uzokufunda iincwadi ezihlanganiswe zizifundo izigaba ezintatu
(IMatematika, ezempilo kunye nolwimi lwesiXhosa)
Ezi ncwadi zibhalwe kusetyenziswa isiXhosa soqobo.
Kubalulekile ukuba sifunde ulwimi olusisiXhosa soqobo ukuze
singkwazi noku thetha isiXhosa.
Umbhali


Reviews
There are no reviews yet.